-
1 Kumkani 21:27IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
27 Wathi nje akuva la mazwi uAhabhi, wazikrazula iimpahla zakhe wanxiba amalaphu okwenza ingxowa; wazila ukutya waza wangqengqa ewanxibile, ehamba ethe nyoxo.
-