1 Kumkani 21:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 “Umbonile na indlela azithobe ngayo uAhabhi ngenxa yam?+ Kuba eye wazithoba phambi kwam, andizukuyizisa ngemihla yakhe intlekele. Ndiza kuzisela indlu yakhe intlekele ngemihla yonyana wakhe.”+ 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:29 IMboniselo,2/1/2014, iphe. 15
29 “Umbonile na indlela azithobe ngayo uAhabhi ngenxa yam?+ Kuba eye wazithoba phambi kwam, andizukuyizisa ngemihla yakhe intlekele. Ndiza kuzisela indlu yakhe intlekele ngemihla yonyana wakhe.”+