1 Kumkani 22:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kwizicaka zakhe: “Niyazi na ukuba iRamoti-giliyadi+ yeyethu? Kodwa siyathandabuza ukuyithatha kukumkani waseSiriya.”
3 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kwizicaka zakhe: “Niyazi na ukuba iRamoti-giliyadi+ yeyethu? Kodwa siyathandabuza ukuyithatha kukumkani waseSiriya.”