1 Kumkani 22:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 UZedekiya unyana kaKenahana wazenzela iimpondo zentsimbi waza wathi: “Uthi uYehova, ‘Uza kuwahlaba* ngazo amaSiriya de uwatshabalalise.’”
11 UZedekiya unyana kaKenahana wazenzela iimpondo zentsimbi waza wathi: “Uthi uYehova, ‘Uza kuwahlaba* ngazo amaSiriya de uwatshabalalise.’”