1 Kumkani 22:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Umthunywa owayeye kubiza uMikaya wathi kuye: “Jonga! Bonke abanye abaprofeti bathe ukumkani uza kuphumelela. Nawe ke ndicela uthethe kakuhle njengabo.”+
13 Umthunywa owayeye kubiza uMikaya wathi kuye: “Jonga! Bonke abanye abaprofeti bathe ukumkani uza kuphumelela. Nawe ke ndicela uthethe kakuhle njengabo.”+