-
1 Kumkani 22:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Emva koko weza kukumkani, waza ukumkani wambuza wathi: “Mikaya, siye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye singayi?” Ngoko nangoko wathi: “Yiya, uza kuphumelela; uYehova uza kuyinikela kuwe.”
-