1 Kumkani 22:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Wona wathi, ‘Ndiza kuphuma ndibe ngumoya oqhathayo emlonyeni wabo bonke abaprofeti bakhe.’+ Ngoko wathi, ‘Uza kumqhatha, ibe uza kuphumelela. Phuma uze wenze ngaloo ndlela.’
22 Wona wathi, ‘Ndiza kuphuma ndibe ngumoya oqhathayo emlonyeni wabo bonke abaprofeti bakhe.’+ Ngoko wathi, ‘Uza kumqhatha, ibe uza kuphumelela. Phuma uze wenze ngaloo ndlela.’