1 Kumkani 22:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 UZedekiya unyana kaKenahana wasondela kuMikaya wamqhwaba ngempama wathi: “Udlule njani kum umoya kaYehova waya kuthetha nawe?”+
24 UZedekiya unyana kaKenahana wasondela kuMikaya wamqhwaba ngempama wathi: “Udlule njani kum umoya kaYehova waya kuthetha nawe?”+