1 Kumkani 22:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYehoshafati: “Ndiza kuzenza ngathi ndingomnye umntu, ndiye edabini, kodwa wena nxiba iimpahla zakho zasebukhosini.” Ngoko ukumkani wakwaSirayeli wazenza ngathi ungomnye umntu,+ waya edabini.
30 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYehoshafati: “Ndiza kuzenza ngathi ndingomnye umntu, ndiye edabini, kodwa wena nxiba iimpahla zakho zasebukhosini.” Ngoko ukumkani wakwaSirayeli wazenza ngathi ungomnye umntu,+ waya edabini.