1 Kumkani 22:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Yena ukumkani waseSiriya, wayeyalele abaphathi beenqwelo zakhe abayi-32+ wathi: “Ze ningalwi naye nabani na ongomnye, omncinci okanye omkhulu, ngaphandle kokumkani wakwaSirayeli.”
31 Yena ukumkani waseSiriya, wayeyalele abaphathi beenqwelo zakhe abayi-32+ wathi: “Ze ningalwi naye nabani na ongomnye, omncinci okanye omkhulu, ngaphandle kokumkani wakwaSirayeli.”