1 Kumkani 22:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Laya liqina idabi ngaloo mini, yaye ukumkani kwafuneka agcinwe emile enqwelweni, ejonge ngakumaSiriya. Inxeba lalisopha ngaphakathi enqwelweni, waza wafa ngaloo ngokuhlwa.+
35 Laya liqina idabi ngaloo mini, yaye ukumkani kwafuneka agcinwe emile enqwelweni, ejonge ngakumaSiriya. Inxeba lalisopha ngaphakathi enqwelweni, waza wafa ngaloo ngokuhlwa.+