1 Kumkani 22:39 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Enye imbali ka-Ahabhi, konke awakwenzayo nendlu* yamabamba eendlovu+ awayakhayo nazo zonke izixeko awazakhayo, ayibhalwanga na encwadini yembali yamaxesha ookumkani bakwaSirayeli? 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 22:39 “Sonke ISibhalo”, iphe. 149
39 Enye imbali ka-Ahabhi, konke awakwenzayo nendlu* yamabamba eendlovu+ awayakhayo nazo zonke izixeko awazakhayo, ayibhalwanga na encwadini yembali yamaxesha ookumkani bakwaSirayeli?