-
1 Kumkani 22:42IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
42 UYehoshafati wayeneminyaka eyi-35 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka eyi-25 eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguAzubha intombi kaShilehi.
-