-
1 Kumkani 22:49IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
49 Kungelo xesha awathi uAhaziya unyana ka-Ahabhi kuYehoshafati: “Izicaka zam mazihambe nezicaka zakho ngeenqanawa,” kodwa uYehoshafati akazange avume.
-