1 Kumkani 22:50 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 50 UYehoshafati walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa nookhokho bakhe+ kwisiXeko SikaDavide ukhokho wakhe; yaye uYehoram+ unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.
50 UYehoshafati walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa nookhokho bakhe+ kwisiXeko SikaDavide ukhokho wakhe; yaye uYehoram+ unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.