1 Kumkani 22:53 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 53 Waqhubeka ekhonza uBhahali,+ equbuda kuye, yaye waqhubeka emcaphukisa uYehova uThixo kaSirayeli,+ kanye njengokuba wenzayo notata wakhe.
53 Waqhubeka ekhonza uBhahali,+ equbuda kuye, yaye waqhubeka emcaphukisa uYehova uThixo kaSirayeli,+ kanye njengokuba wenzayo notata wakhe.