2 Kumkani 17:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Wamkhupha uSirayeli endlini kaDavide, waza uSirayeli wenza uYerobhoham unyana kaNebhati ukumkani.+ Kodwa uYerobhoham wamlahlekisa uSirayeli waza akamlandela uYehova, wamenzisa isono esikhulu.
21 Wamkhupha uSirayeli endlini kaDavide, waza uSirayeli wenza uYerobhoham unyana kaNebhati ukumkani.+ Kodwa uYerobhoham wamlahlekisa uSirayeli waza akamlandela uYehova, wamenzisa isono esikhulu.