2 Kumkani 17:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Emva koko ukumkani waseAsiriya wazisa abantu abavela eBhabhiloni, eKuta, eAva, eHamati naseSefarvayim,+ wabahlalisa kwizixeko zaseSamariya endaweni yamaSirayeli; bayithimba iSamariya baza bahlala kwizixeko zayo.
24 Emva koko ukumkani waseAsiriya wazisa abantu abavela eBhabhiloni, eKuta, eAva, eHamati naseSefarvayim,+ wabahlalisa kwizixeko zaseSamariya endaweni yamaSirayeli; bayithimba iSamariya baza bahlala kwizixeko zayo.