2 Kumkani 17:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Nanamhlanje zisakhonza ngendlela ezazikhonza ngayo. Akukho namnye kuzo okhonza* uYehova, kungekho namnye othobela imithetho yakhe, izigwebo zakhe, uMthetho wakhe, nemiyalelo uYehova awayinika oonyana bakaYakobi, awamnika igama elinguSirayeli.+
34 Nanamhlanje zisakhonza ngendlela ezazikhonza ngayo. Akukho namnye kuzo okhonza* uYehova, kungekho namnye othobela imithetho yakhe, izigwebo zakhe, uMthetho wakhe, nemiyalelo uYehova awayinika oonyana bakaYakobi, awamnika igama elinguSirayeli.+