2 Kumkani 17:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Ngoko ezi ntlanga zazimoyika uYehova,+ kodwa zazikhonza nemifanekiso yazo eqingqiweyo. Oonyana bazo nabazukulwana bazo basenza kanye njengookhokho babo de kube namhlanje.
41 Ngoko ezi ntlanga zazimoyika uYehova,+ kodwa zazikhonza nemifanekiso yazo eqingqiweyo. Oonyana bazo nabazukulwana bazo basenza kanye njengookhokho babo de kube namhlanje.