2 Kumkani 18:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngonyaka wesine kaKumkani uHezekiya, oko kukuthi, ngonyaka wesixhenxe kaHosheya+ unyana kaElaha ukumkani wakwaSirayeli, uKumkani uShalmanesere waseAsiriya wahlasela iSamariya waza wayirhangqa.+
9 Ngonyaka wesine kaKumkani uHezekiya, oko kukuthi, ngonyaka wesixhenxe kaHosheya+ unyana kaElaha ukumkani wakwaSirayeli, uKumkani uShalmanesere waseAsiriya wahlasela iSamariya waza wayirhangqa.+