2 Kumkani 18:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ekupheleni kweminyaka emithathu bayithimba;+ ngonyaka wesithandathu kaHezekiya, oko kukuthi, unyaka wesithoba kaKumkani uHosheya wakwaSirayeli, iSamariya yathinjwa.
10 Ekupheleni kweminyaka emithathu bayithimba;+ ngonyaka wesithandathu kaHezekiya, oko kukuthi, unyaka wesithoba kaKumkani uHosheya wakwaSirayeli, iSamariya yathinjwa.