2 Kumkani 18:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ngoko uHezekiya wanikela ngayo yonke isilivere eyafunyanwa endlini kaYehova nakwindawo yokugcina ubutyebi bendlu kakumkani.+
15 Ngoko uHezekiya wanikela ngayo yonke isilivere eyafunyanwa endlini kaYehova nakwindawo yokugcina ubutyebi bendlu kakumkani.+