2 Kumkani 18:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ngelo xesha uHezekiya ukumkani wakwaYuda wayisusa imigubasi neengcango zetempile+ kaYehova awayezaleke ngegolide,+ wazinika ukumkani waseAsiriya.
16 Ngelo xesha uHezekiya ukumkani wakwaYuda wayisusa imigubasi neengcango zetempile+ kaYehova awayezaleke ngegolide,+ wazinika ukumkani waseAsiriya.