2 Kumkani 18:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 UEliyakim unyana kaHilekiya, uShebhena+ noYowa bathi kule Rabheshake:+ “Sicela uthethe nezicaka zakho ngolwimi lwesiAramiki*+ kuba siyalwazi; sukuthetha nathi ngolwimi lwamaYuda bekuva aba bantu baseludongeni.”+
26 UEliyakim unyana kaHilekiya, uShebhena+ noYowa bathi kule Rabheshake:+ “Sicela uthethe nezicaka zakho ngolwimi lwesiAramiki*+ kuba siyalwazi; sukuthetha nathi ngolwimi lwamaYuda bekuva aba bantu baseludongeni.”+