32 de ndifike ndize ndinise kwilizwe elifana nelenu,+ ilizwe elinokutya okuziinkozo newayini entsha, ilizwe elinesonka namasimi eediliya, ilizwe elinemithi yeminquma nobusi. Niza kuphila ningafi. Ningammameli uHezekiya, kuba uyanilahlekisa xa esithi, ‘UYehova uza kusisindisa.’