2 Kumkani 18:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 UEliyakim unyana kaHilekiya, owayephethe indlu,* uShebhena unobhala noYowa unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo, bazikrazula iimpahla zabo, beza kuHezekiya, bamxelela izinto ezithethwe yiRabheshake.
37 UEliyakim unyana kaHilekiya, owayephethe indlu,* uShebhena unobhala noYowa unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo, bazikrazula iimpahla zabo, beza kuHezekiya, bamxelela izinto ezithethwe yiRabheshake.