2 Kumkani 19:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Emva kokuba uKumkani uHezekiya eyivile le nto, wakhawuleza wazikrazula iimpahla zakhe, wanxiba amalaphu okwenza ingxowa, waza waya endlini kaYehova.+
19 Emva kokuba uKumkani uHezekiya eyivile le nto, wakhawuleza wazikrazula iimpahla zakhe, wanxiba amalaphu okwenza ingxowa, waza waya endlini kaYehova.+