2 Kumkani 19:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Emva koko, wathumela uEliyakim owayephethe indlu,* uShebhena unobhala nababingeleli abangabadala, benxibe amalaphu okwenza ingxowa, kumprofeti uIsaya,+ unyana ka-Amotsi.
2 Emva koko, wathumela uEliyakim owayephethe indlu,* uShebhena unobhala nababingeleli abangabadala, benxibe amalaphu okwenza ingxowa, kumprofeti uIsaya,+ unyana ka-Amotsi.