2 Kumkani 19:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Bathi kuye: “Uthi uHezekiya, ‘Le yimini yentlungu, yokukhalinyelwa* nokuhlazeka; kuba abantwana balungele ukuzalwa,* kodwa akukho mandla akuzala.+
3 Bathi kuye: “Uthi uHezekiya, ‘Le yimini yentlungu, yokukhalinyelwa* nokuhlazeka; kuba abantwana balungele ukuzalwa,* kodwa akukho mandla akuzala.+