2 Kumkani 19:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ngoku ke Yehova Thixo wethu, sicela usisindise esandleni sakhe, ukuze zonke izizwe zomhlaba zazi ukuba nguwe wedwa uThixo, yhini Yehova.”+
19 Ngoku ke Yehova Thixo wethu, sicela usisindise esandleni sakhe, ukuze zonke izizwe zomhlaba zazi ukuba nguwe wedwa uThixo, yhini Yehova.”+