2 Kumkani 19:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Kuba ukundiqumbela kwakho+ nokugquma kwakho kunyuke kwaza kufika ezindlebeni zam.+ Ngoko ndiza kufaka ihaki yam empumlweni yakho nomkhala wam+ phakathi kwemilebe yakho,Yaye ndiza kukubuyisa ngendlela obuze ngayo.”+
28 Kuba ukundiqumbela kwakho+ nokugquma kwakho kunyuke kwaza kufika ezindlebeni zam.+ Ngoko ndiza kufaka ihaki yam empumlweni yakho nomkhala wam+ phakathi kwemilebe yakho,Yaye ndiza kukubuyisa ngendlela obuze ngayo.”+