2 Kumkani 19:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 “‘Nantsi into oza kubona ngayo:* Kulo nyaka uza kutya ummilela;* ngonyaka wesibini utye iinkozo zawo;+ kodwa ngonyaka wesithathu uza kutyala imbewu, uvune, utyale iidiliya uze utye isiqhamo sazo.+
29 “‘Nantsi into oza kubona ngayo:* Kulo nyaka uza kutya ummilela;* ngonyaka wesibini utye iinkozo zawo;+ kodwa ngonyaka wesithathu uza kutyala imbewu, uvune, utyale iidiliya uze utye isiqhamo sazo.+