2 Kumkani 19:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Ingelosi kaYehova yaxabela amadoda ayi-185 000 enkampini yama-Asiriya kanye ngobo busuku.+ Xa bevuka abantu ekuseni, babona kuthe saa izidumbu.+
35 Ingelosi kaYehova yaxabela amadoda ayi-185 000 enkampini yama-Asiriya kanye ngobo busuku.+ Xa bevuka abantu ekuseni, babona kuthe saa izidumbu.+