2 Kumkani 20:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ngaloo mihla uHezekiya wagulela ukufa.+ Umprofeti uIsaya unyana ka-Amotsi weza kuye waza wathi: “Uthi uYehova, ‘Yolela kwindlu yakho, kuba awuzukuphila, uza kufa.’”+
20 Ngaloo mihla uHezekiya wagulela ukufa.+ Umprofeti uIsaya unyana ka-Amotsi weza kuye waza wathi: “Uthi uYehova, ‘Yolela kwindlu yakho, kuba awuzukuphila, uza kufa.’”+