2 Kumkani 20:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Waza wathi uIsaya: “Yizani nesonka samafiya omisiweyo.”* Ngoko beza naso baza basiqaba kwithumba lakhe, emva koko waya ephila kancinci kancinci.+ 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 20:7 IMboniselo,5/15/2003, iphe. 25
7 Waza wathi uIsaya: “Yizani nesonka samafiya omisiweyo.”* Ngoko beza naso baza basiqaba kwithumba lakhe, emva koko waya ephila kancinci kancinci.+