2 Kumkani 20:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kaloku uHezekiya wayebuze uIsaya wathi: “Ndiza kubona ngantoni+ ukuba uYehova uza kundiphilisa, nokuba ndiza kunyuka ndiye endlini kaYehova?”
8 Kaloku uHezekiya wayebuze uIsaya wathi: “Ndiza kubona ngantoni+ ukuba uYehova uza kundiphilisa, nokuba ndiza kunyuka ndiye endlini kaYehova?”