2 Kumkani 20:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngelo xesha ukumkani waseBhabhiloni uBherodaki-bhaladan unyana kaBhaladan, wathumela iileta nesipho kuHezekiya, kuba wayevile ukuba uHezekiya ebekhe wagula.+
12 Ngelo xesha ukumkani waseBhabhiloni uBherodaki-bhaladan unyana kaBhaladan, wathumela iileta nesipho kuHezekiya, kuba wayevile ukuba uHezekiya ebekhe wagula.+