2 Kumkani 20:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Emva koko umprofeti uIsaya weza kuKumkani uHezekiya, wathi kuye: “Aye athini la madoda? Khona, ebevela phi?” Ngoko uHezekiya wathi: “Avela kwilizwe elikude, eBhabhiloni.”+
14 Emva koko umprofeti uIsaya weza kuKumkani uHezekiya, wathi kuye: “Aye athini la madoda? Khona, ebevela phi?” Ngoko uHezekiya wathi: “Avela kwilizwe elikude, eBhabhiloni.”+