2 Kumkani 20:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 ‘Ibe abanye boonyana bakho oza kubazala, baza kuthathwa+ baze babe ngamagosa kwindlu kakumkani waseBhabhiloni.’”+
18 ‘Ibe abanye boonyana bakho oza kubazala, baza kuthathwa+ baze babe ngamagosa kwindlu kakumkani waseBhabhiloni.’”+