2 Kumkani 20:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UHezekiya wathi kuIsaya: “Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo.”+ Emva koko wathi: “Kulungile ke ukuba kuza kube kukho uxolo nenzolo* ngeyam imihla.”+
19 UHezekiya wathi kuIsaya: “Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo.”+ Emva koko wathi: “Kulungile ke ukuba kuza kube kukho uxolo nenzolo* ngeyam imihla.”+