2 Kumkani 21:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Wakha izibingelelo endlini kaYehova,+ le uYehova wayethethe ngayo wathi: “Ndiza kulibeka eYerusalem igama lam.”+
4 Wakha izibingelelo endlini kaYehova,+ le uYehova wayethethe ngayo wathi: “Ndiza kulibeka eYerusalem igama lam.”+