2 Kumkani 21:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa amaSirayeli zange amamele, ibe uManase waqhubeka ewalahlekisa, aza enza izinto ezimbi ngaphezulu lee kuneentlanga uYehova awazitshabalalisayo phambi kwawo.+
9 Kodwa amaSirayeli zange amamele, ibe uManase waqhubeka ewalahlekisa, aza enza izinto ezimbi ngaphezulu lee kuneentlanga uYehova awazitshabalalisayo phambi kwawo.+