2 Kumkani 21:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ekugqibeleni uManase walala kookhokho bakhe yaye wangcwatywa emyezweni wendlu yakhe, emyezweni kaUza;+ yaye uAmon unyana wakhe walawula endaweni yakhe.
18 Ekugqibeleni uManase walala kookhokho bakhe yaye wangcwatywa emyezweni wendlu yakhe, emyezweni kaUza;+ yaye uAmon unyana wakhe walawula endaweni yakhe.