2 Kumkani 22:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 UYosiya+ wayeneminyaka esibhozo xa waba ngukumkani, ibe walawula iminyaka eyi-31 eYerusalem.+ Igama likamama wakhe yayinguYedida intombi ka-Adaya waseBhotsekati.+
22 UYosiya+ wayeneminyaka esibhozo xa waba ngukumkani, ibe walawula iminyaka eyi-31 eYerusalem.+ Igama likamama wakhe yayinguYedida intombi ka-Adaya waseBhotsekati.+