2 Kumkani 22:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko unobhala uShafan waya kukumkani, wathi kuye: “Izicaka zakho ziyikhuphile imali ebifunyenwe endlini, ibe ziyinike abantu abamiselwe ukwenza umsebenzi endlini kaYehova.”+
9 Emva koko unobhala uShafan waya kukumkani, wathi kuye: “Izicaka zakho ziyikhuphile imali ebifunyenwe endlini, ibe ziyinike abantu abamiselwe ukwenza umsebenzi endlini kaYehova.”+