2 Kumkani 22:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UShafan unobhala wathi kukumkani: “Kukho incwadi+ endiyinikwe nguHilekiya umbingeleli.” Emva koko uShafan wayifunda phambi kokumkani.
10 UShafan unobhala wathi kukumkani: “Kukho incwadi+ endiyinikwe nguHilekiya umbingeleli.” Emva koko uShafan wayifunda phambi kokumkani.