2 Kumkani 22:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “Hambani, niyokubuza kuYehova ngamazwi ale ncwadi ifunyenweyo, nibuzele mna, aba bantu, noYuda wonke; kuba uYehova unomsindo kakhulu+ ngenxa yokuba ookhokho bethu bengazange bawamamele amazwi ale ncwadi, abathobela kwanto ebhalwe kuyo ngathi.”
13 “Hambani, niyokubuza kuYehova ngamazwi ale ncwadi ifunyenweyo, nibuzele mna, aba bantu, noYuda wonke; kuba uYehova unomsindo kakhulu+ ngenxa yokuba ookhokho bethu bengazange bawamamele amazwi ale ncwadi, abathobela kwanto ebhalwe kuyo ngathi.”