14 Ngoko uHilekiya umbingeleli, uAhikam, uAkebhore, uShafan noAsaya baya kuHulida umprofetikazi.+ Wayengumfazi kaShalum unyana kaTikiva unyana kaHarehasi, owayenomsebenzi wokuhoya iimpahla. Yena wayehlala kwiNgingqi Yesibini yaseYerusalem ibe bathetha naye apho.+