2 Kumkani 23:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 NeTofete+ ekwiNtlambo Yoonyana BakaHinom*+ wayingcolisa ukuze abantu bangakwazi ukukhonzela kuyo, nokuze kungabikho mntu ubingelela* ngonyana okanye ngentombi yakhe emlilweni kuMoleki.+
10 NeTofete+ ekwiNtlambo Yoonyana BakaHinom*+ wayingcolisa ukuze abantu bangakwazi ukukhonzela kuyo, nokuze kungabikho mntu ubingelela* ngonyana okanye ngentombi yakhe emlilweni kuMoleki.+